Berita ft Amanda Siyathandana Song Lyrics Meaning and Video
Berita ft Amanda Siyathandana Song Lyrics Meaning and English Translation

Xa ebizwa amagama ethu ezulwini (English meaning: when our names are called in heaven)
zoba secaleni kwakho
xakufika imini yokugqibela
zoba secaleni kwakho
nasemnqamlezweni
hlalu yazi zobase caleni kwakho
Hlalu uyazi
ecaleni kwakho
zobase caleni kwakho
CHORUS:
yena nam ubaby wam, (English meaning: my baby and I)
yena nam siyathandana (English meaning: my baby and I love each other)
yena nam ubaby wam, (English meaning: my baby and I)
yena nam siyavana (English meaning: my baby and I understand each other)
yena nam ubaby wam, (English meaning: my baby and I)
yena nam sikunye (English meaning: my baby and I are one)
Till the end
yena nam ubaby wam,
yena nam siyathandana
yena nam ubaby wam,
yena nam siyavanana
yena nam ubaby wam,
yena nam
Till the end
VERSE 2:
ungowokuqala endicinga ngaye
ngolwesibini ndadibana naye
ngoku mathathu amazwi endinawo
ngolwesine, ngolwesihlanu ndingowakho
Nguwe olawula ingqondo yam,
Nguwe olawula ingqondo yam
iyo waphola umphemfulo wam,
iyo waphola umphemfulo wam
wandiphandla amehlo am,
wandiphandla amehlo am
tsho yaxola inhliziyo yami yeah eh
CHORUS
yena nam ubaby wam,
yena nam siyathandana
yena nam ubaby wam,
yena nam siyavanana
yena nam ubaby wam,
yena nam sikunye
Till the end
yena nam ubaby wam,
yena nam siyathandana
yena nam ubaby wam,
yena nam siyavanana
yena nam ubaby wam,
yena Sikunye
Till the end
RECHORUS:
Yena nam Kude kuyovalwa ,
yena nami
Yena nam Kude kuyovalwa ,
yena nami Yena nami
Yena nami
Yena nami
Till the eh eh eh end
Comments