Jikizinto (things will change) song Lyrics Meaning by Berita

Jikizinto song Lyrics Meaning by Berita
Jikizinto song Lyrics Meaning by Berita

Jikizinto song Lyrics Meaning by Berita

Idlulile iminyaka,idlulile iminyaka ndikhangela wena (English meaning: the years have passed since i have been looking for you)

Zidluli izinsuku,zidluli izinsuku ndikhumbula wena (English meaning: the days have passed since i have been looking for you)

Adlulile amalanga,adlulile amalanga ndifunana nawe

Eh kalok wena wena

Wahamba wangabuyi

Kalok wena

Chorus

Zojikiizinto Jikizinto

Nditi zojiki izinto

Namhlanje zojikiizinto jikizinto

Nditi zojiki izinto

Sibuyile isithandwa

Zojiki izinto

Oo oo my sugar sugar my sweet lavo

Zojiki izinto

Ooo sibuyile isilavati nami

Bendizibuza imibuzo

Udlani kwaye uphi, ulalapi ugqokani

Bendizibuza imibuzo

Uvele ithi qatha kutsintshe sonke idiom

Usanganisa umoya wam

Usanganisa umoya wam iiii

Usanganisa umoya wam iii heke

Oooo  heke

Chorus

Zojikiizinto Jikizinto

Nditi zojiki izinto

Namhlanje zojikiizinto jikizinto

Nditi zojiki izinto

Sibuyile isithandwa

Zojiki izinto

Oo oo my sugar sugar my sweet lavo

Zojiki izinto

Ooo sibuyile isilavati nami

Jikizinto song by Berita (Audio)

Leave a comment