Contemporary

Masibambaneni Song Lyrics by Simphiwe Dana Ft Salif Keita

0

Masibambaneni (in english meaning “lets cary each other”)Song Lyrics by Simphiwe Dana Ft Salif Keita:

Masibambaneni Lyrics

Intro – Salif Keita and Simphiwe Dana]
Africa oh, Afica oh
Africa, Afica
Africa, Africa yeh
Zemk’ iinkomo magwala ndini
Zemk’ iinkomo magwala ndini
Zemk’ iinkomo magwala ndini

[Verse 1 – Salif Keita]
La Guinée, le Gabon, Sénégal, le Bénin, Yaoundé
Oh, quels beaux pays

[Pre-Chorus]
Zemk’ iinkomo magwala ndini
Zemk’ iinkomo magwala ndini

[Chorus – Simphiwe Dana]
Masibambaneni, bambane ngezandla
Masibambaneni, bambane ngezandla
Masibambaneni, bambane ngezandla
Masibambaneni, bambane ngezandla

[Verse 2 – Simphiwe Dana]
We maAfrika saxhwithana njena
Wemzi ka Madikizela nilwa ngantoni na?
Zemk’ iinkomo magwala ndini!
Zimkile iinkomo zobaba
Zimke namanzi na?
Ndiyabuza zimke namanzi na?
Zimkil’ iinkomo zomama
Zimke nezithunzela?
Ndiyabuza

[Chorus – Simphiwe Dana]
(Izandla mazibambane)
Masibambaneni
(Izandla mazibambane)
Bambane ngezandla
(Ngezandla masibambaneni)
Masibambaneni
(Izandla Mazibambane)
Bambane ngezandla
(Izandla mazibambane)
Masibambaneni
(Izandla mazibambane)
Bambane ngezandla
(Ngezandla masibambaneni)
Masibambaneni
(Izandla Mazibambane)
Bambane ngezandla

[Chorus – Simphiwe Dana]
(Izandla mazibambane)
Masibambaneni
(Izandla mazibambane)
Bambane ngezandla
(Ngezandla masibambaneni)
Masibambaneni
(Izandla Mazibambane)
Bambane ngezandla
(Izandla mazibambane)
Masibambaneni
(Izandla mazibambane)
Bambane ngezandla
(Ngezandla masibambaneni)
Masibambaneni
(Izandla Mazibambane)
Bambane ngezandla


Ingoma Lyrics
African Song Lyrics Search Platform (Ingoma Lyrics): Are you a fan of African music? Well, the African Continent has great music artists that deserve a world stage to showcase their musical talents. There is an African music platform which promotes African music artists through listing their songs, music videos as well as the lyrics to their songs. The platform is called Ingoma Lyrics. “Ingoma” in Zulu language means “Music”.

King Monada Noka yao goma Lyrics

Previous article

Mama Was A Kitchen Girl song Lyrics by Simphiwe Dana

Next article

You may also like

Comments

Leave a reply

Your email address will not be published.

More in Contemporary