Musa Nomkitha lyrics
Ndibethwa luvalo xa ndibona wena
Andisakwazi nokuzibamba
Ndincuma kahulu xa ndibona wena
Andali ndiyoyika ukuthetha nawe
Kodwa Nomkhitha khawundnik’ ithuba
Ndithethe nawe
[Chorus]
Ndyakcela mamela (x2)
Ngawe ndyazifela (x2)
Khawuleza sondela (x2)
Ndikthand’ okwempela (x2)
Nomkhithakazi (x2)
Buyandiphambanis’ ubuhle bakho
Intliiyo yam igcwel’ uthando lwakho
Iinkomo zikhona, baph’ abazali bakho
Ndizimisel’ ukba ngumyeni wakho
[Chorus]
Musa Nomkitha lyrics

Comments