Nomvula by Nathi lyrics 

Ngeba syathandana
Uyal’ uba sithandane, silal’ emadongeni
Ndibanjwa nguwe uyal’ uba sthandane
Silal’ emadongeni
(We could be in-love, but you refuse to be in-love with me. You are
holding me back. You refuse to be in-love and chill with me/so we can
chill together)
[chorus starts]
Bazali bam, ndibizeleni uNomvula wam
Thethani naye, ithani imbi le ndawo enam
Bazali bam, ndibizeleni isithandwa sam
Yithani kuso, ithani imbi le ndawo enam
(On this verse, Nathi is asking his parents to speak to Nomvula for him.
He wants his parents to tell Nomvula that without her, his life is
unbearable.)
.
Sithandwa sam
Zalayish’ imot’ emasimini zalayisha
Oko ndilindile
Zalayish’ imot’ emasimini zalayisha
Sithandwa sam
Zalayisha imot’ emasimini zalayisha
Akavel’ uNomvula wam
Zalayish’ imot’ emasimini zalayisha
(Here, he is saying he can see cars/taxis taking people to/from work. He
has been waiting patiently for his love. But she is nowhere to be
seen.)
[chorus ends]
.
Ndiba ngathumel’ abadlula ngendlela
Awuphenduli Nomvula wam
Ndiba ngathumela anbahlobo bakho
Awuphenduli Nomvula wam
(He has been sending passers by and even Nomvula’s friends to call
Nomvula for him, but Nomvula has not responded)
.
[Chorus]

Related Post